1887

n The Dairy Mail - Imveliso nogonyo (Productivity and the immune response) - research

Volume 27 Number 3
  • ISSN : 1561-4301

Abstract

Ukufuya izilwanyana kule mihla kungabonakala kuthandabuzisa, oku kwalo mfanekiso womdlalo osezantsi. Amajikojiko angenza ungaziboni ufikelela kwiminqweno yakho, ngengxa yokwanda kwemiceli-mngeni ethintela impumelelo. Imizekelo yemiceli-mngeni esijongene nayo kwezemfuyo; ngamaxesha onyaka abaxekayo apho kubashushu ngokuqgithiseleyo okanye imvula emandla neemeko zobusika ezinefuthe elibi, ephinda izise izifo noxinzelelo olubangwa bubushushu okanye bubumanzi. Zonke ezi zinto zithi zongezelele zibe nefuthe kwimveliso. Ngoko ke, siyanyanzeleka sifumane iindlela zokujongana nezi meko ngohlobo olungenakuphazamisa imbuyekezo.

Loading full text...

Full text loading...

Loading

Article metrics loading...

/content/journal/10520/EJC-1bde9699d2
2020-03-01
2020-09-27

This is a required field
Please enter a valid email address
Approval was a Success
Invalid data
An Error Occurred
Approval was partially successful, following selected items could not be processed due to error